Footnote
d UMBHALO OSEMAZANTSI: Amazwi athi “Musa ukoyika” avela kathathu, kuIsaya 41:10, 13, 14. Ezi vesi ziphinde zibe namazwi athi “kuba ndinawe,” “kuba ndinguThixo wakho,” nathi “ndiza kukunceda.” Kwakutheni ukuze uYehova aphefumlele uIsaya ukuba abhale la mazwi? Wayefuna ukubethelela into ebalulekileyo yokuba kukuthembela ngaye kuphela okunokusinceda singoyiki kakhulu.