IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS

Footnote

b IGAMA ELICACISIWEYO: Imithetho eyi-600 nangaphezulu uYehova awayinika amaSirayeli esebenzisa uMoses, ibizwa ngokuba “nguMthetho,” “uMthetho KaMoses,” okanye “imiyalelo.” Ukongezelela, iincwadi zokuqala ezintlanu zeBhayibhile (ukuqala kwiGenesis ukuya kwiDuteronomi) zidla ngokubizwa ngokuba nguMthetho. Eli gama lidla ngokusetyenziswa naxa kuthethwa ngazo zonke iZibhalo ZesiHebhere.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share