Footnote
b IGAMA ELICACISIWEYO: Ngokwendlela elisetyenziswe ngayo eli gama apha, ukuba nosizi kuthetha ukuvela umntu osentlungwini okanye oye waphathwa kakubi. Xa sibasizela abantu, sisenokufuna ukwenza nantoni na ukuze sibancede.