Footnote
b Igama elithi “Kitawala” lisuka kwigama lesiSwahili elithetha “ukuphatha, ukukhokela okanye ukulawula.” Eyona nto yayiphambili kulo mbutho yayikukuba iCongo izimele, ingaphathwa yiBelgium. Abantu beKitawala babefunda baze banike abantu iincwadi zamaNgqina KaYehova. Babezijija izinto ezazifundiswa yiBhayibhile ukuze zihambisane neepolitiki, izithethe zabo nendlela ababeziphethe kakubi ngayo.