Footnote
a Kulo nyaka, iSikhumbuzo Sokufa KukaKristu siza kuba ngoLwesibini, Aprili 7. Simele sibajonge njani abantu abatyayo kwiSikhumbuzo? Ngaba simele sizikhathaze ngokwanda kwenani labantu abatyayo? Kweli nqaku siza kufumana iimpendulo zale mibuzo, ibe le mibuzo yakha yaphendulwa kwiMboniselo kaJanuwari 2016.