Footnote
b Amazwi athi “abangakwazi kutshata” anokuguqulelwa ngokuthi “abakhethe ukungatshati.” Xa kuthethwa ngabangakwazi kutshata apha akuthethwa ngamadoda athenwe ngokoqobo. Kodwa kuthethwa ngabantu abakhethe ukuhlala bengatshatanga.