Footnote
a Abazali abangamaKristu bafuna abantwana babo bonwabe, baze bakhonze uYehova naxa bebadala. Baza kukhetha ukuphila ubomi obunjani ukuze babancede? Bona abantwana kufuneka bakhethe ukwenza ntoni ukuze bonwabe? Eli nqaku liza kuphendula le mibuzo.