Footnote
a Kuma-1 Korinte isahluko 15 kuthethwa ngovuko, kakhulu olwamaKristu athanjisiweyo. Kodwa into eyabhalwa nguPawulos kwesi sahluko ibalulekile nakwezinye izimvu. Eli nqaku, liza kuthetha ngokuba ithemba esinalo lovuko linokusinceda kubomi esibuphilayo ngoku size sijonge phambili kubomi obumnandi obuzayo.