Footnote
a AmaKristu athembekileyo kufuneka ‘azame ngandlela zonke ukulandela uYesu.’ Ziintoni ezi kufuneka amlandele kuzo? Eli nqaku liza kuwuphendula lo mbuzo. Liza kusixelela ukuba kutheni kufuneka sizame ngandlela zonke ukumlandela nokuba singamlandela njani.