Footnote
a Zininzi iingxaki esinazo kule mihla, kodwa uYehova uyasinceda sikwazi ukuzinyamezela. Kweli nqaku, siza kuva indlela awamnceda ngayo umpostile uPawulos noTimoti abayeka ukumkhonza naxa babeneengxaki. Siza kuthetha nangeendlela ezine asinceda ngazo ukuze sikwazi ukunyamezela.