Footnote
a UYesu wayesoloko esenza izinto ezaziza kunceda abantu kunezinto ezaziza kunceda yena. Kweli nqaku, siza kuthetha ngeendlela esinokumlinganisa ngazo. Siza kufunda nangendlela okuza kusinceda ngayo ukumlinganisa.