Footnote
b INGCACISO YOMFANEKISO: UDan, osengumfanyana, ubona abadala ababini abaze kubona utata wakhe esibhedlele. Into uDan ayibona isenziwa ngaba badala imenza naye afune ukunceda abantu. UBen, naye osengumfanyana, ubona indlela uDan amkhathalele ngayo umakhulu. Le nto yenza uBen naye afune ukuncedisa xa kuklinwa iHolo YoBukumkani.