Footnote
b INGCACISO YOMFANEKISO: Umzalwana wayekhonza eBheteli esengumfana. Watshata, wanguvulindlela nomfazi wakhe. Bakuba nabantwana, wabafundisa ukushumayela entsimini. Ngoku mdala kodwa usaqhubeka ekhonza uYehova ngamandla akhe onke, ushumayela ngokubhala iileta.