Footnote
f Kuthiwa ekuhambeni kwexesha omnye uRabhi wathi: “Emhlabeni wonke inoba ngabantu abayi-30 abangamalungisa njengoAbraham. Ukuba bayi-30, mna nonyana wam singabanye babo; ukuba bayi-10, mna nonyana wam silapho, ukuba bayi-5, silapho nathi; ukuba bayi-2, ndim nonyana wam abo; ukuba mnye, ndim ke lowo.”