Footnote
a UYehova ufuna siqiniseke ukuba uza kuyiphendula imithandazo yethu ukuba ivumelana nezinto azifunayo. Ngoko xa sinyamezele iingxaki, sinokuqiniseka ukuba uza kusinceda sihlale sithembekile kuye. Makhe sibone ukuba uyiphendula njani imithandazo yethu.