Footnote
a Ukususela ngexesha lika-Adam noEva, uSathana uye wenza abantu bacinga ukuba bamele bazigqibele ngokwabo ukuba yintoni elungileyo nengalunganga. Nathi ufuna sicinge ngaloo ndlela xa sifunda imithetho kaYehova okanye sifumana imiyalelo kwintlangano yakhe. Eli nqaku liza kusinceda sikulumkele ukufana nabantu behlabathi likaSathana abafuna ukuhamba ngabayibonayo. Liza kuphinda lisincede sizimisele ukuhlala simthobela uYehova.