Footnote
a UYehova wakhetha nengelosi “eyayihamba phambi kweqela lamaSirayeli,” iwakhokelela kwiLizwe Lesithembiso. Kuyabonakala ukuba loo ngelosi yayinguMikayeli, indlela awayebizwa ngayo uYesu ngaphambi kokuba aze emhlabeni.—Eks. 14:19; 32:34.