Footnote a UYehova wabaxolela abakhonzi bakhe bakudala kwanangaphambi kokuba uKristu asifele. Le nto wayenza kuba eqinisekile ukuba uNyana wakhe wayeza kuthembeka de afe. Ngoko kuYehova kwakufana nokuba abantu sebehlawulelwe.—Roma 3:25.