Footnote
a Kuyabonakala ukuba yidemon eyabangela ukuba uElifazi athi akukho mntu ulungileyo kuYehova, ngoko akakho umntu onokumvuyisa. UElifazi wabukholelwa obu buxoki, kangangokuba qho xa ethetha noYobhi wayebuphindaphinda.—Yobhi 4:17; 15:15, 16; 22:2.