Footnote
c Imizimba yokoqobo yabathanjiswa abaphilayo ngelo xesha ayiyi kuthathelwa ezulwini. (1 Korinte 15:48, 49) Kwimizimba yabo kuya kwenzeka okufanayo noko kwenzeka kumzimba kaYesu.