INGOMA 89
Mamela, Uthobele Uze Usikelelwe
Printed Edition
	- 1. Xa uKristu ethetha, mas’mamele. - Usibonis’ indlela yobomi. - Imfundiso kaKristu iyanceda, - Yithobele ukuze uphile. - (CHORUS) - Mamela, uthobele - Xa uThixo ethetha - Ukuze ufumane umvuzo, - Mamela, uthobele. 
- 2. Masithobel’ uKristu maxa onke. - Sofumana umvuzo wobomi. - Somelana neengxaki zobu bomi, - Yaye siza kusikeleleka. - (CHORUS) - Mamela, uthobele - Xa uThixo ethetha - Ukuze ufumane umvuzo, - Mamela, uthobele. 
- 3. Njengemithi ekhula emanzini, - Siya kuba nes’qhamo esihle, - Ukuba nje simamela uThixo, - Sithobele imithetho yakhe. - (CHORUS) - Mamela, uthobele - Xa uThixo ethetha - Ukuze ufumane umvuzo, - Mamela, uthobele. 
(Funda nezi: Dut. 28:2; INdu. 1:3; IMize. 10:22; Mat. 7:24-27; Luka 6:47-49.)