INGOMA 79
Zifundise Ukuhlala Ziqinile
Printed Edition
	- 1. Kumnandi ukukhathalela - Izimvu zikaThixo. - Siyazi uyasikhokela - Njengoko sizalusa. - (CHORUS) - Thixo wethu siyacela, - Yiba nazo ntsuku zonke. - Nceda Thixo ube nazo. - Zifundise ukuhlala ziqinile. 
- 2. Mihla le siyaz’thandazela, - Njengoko zivavanywa. - Sihlala sizikhathalela - Ukuze zomelele. - (CHORUS) - Thixo wethu siyacela, - Yiba nazo ntsuku zonke. - Nceda Thixo ube nazo. - Zifundise ukuhlala ziqinile. 
- 3. Sicela uzisikelele, - Zihlale zinokholo. - Zincede ziluphumelele - Ugqatso lwamaKristu. - (CHORUS) - Thixo wethu siyacela, - Yiba nazo ntsuku zonke. - Nceda Thixo ube nazo. - Zifundise ukuhlala ziqinile. 
(Funda nezi: Luka 6:48; IZe. 5:42; Fil. 4:1.)