INGOMA 150
Funa UYehova Ukuze Usinde
Printed Edition
	- 1. Bonke abalaw’li - Balwa noYesu Kristu. - Ngoku sele sifikile - Isiphelo seentlanga. - Zopheliswa zonke - BuBukumkani bakhe. - Zonke iintshaba zopheliswa - Zingaphindi zibekho. - (CHORUS) - Masifune uYehova, - Sifune nobulungisa. - Thobela imithetho kaThixo, - Ufune ukululama. - Ngaloo ndlela woba nawe, - Akusindise. 
- 2. Masishumayele - Sincede bonke ngoku. - Bonk’ abantu bafanele - Bazenzele ukhetho. - Abaninzi kubo - Bayasicaphukela. - UYehova usikhusele, - Uza kusisindisa. - (CHORUS) - Masifune uYehova, - Sifune nobulungisa. - Thobela imithetho kaThixo, - Ufune ukululama. - Ngaloo ndlela woba nawe, - Akusindise. 
(Funda nezi: 1 Sam. 2:9; INdu. 2:2, 3, 9; IMize. 2:8; Mat. 6:33.)