INGOMA 23
UYehova Uqalisa Ukulawula
- 1. UBukumkani ngoku. - Bulaw’la buphezulu. - UKristu ulawula eZiyon. - Sinyusa amazw’ ethu. - Siculela uThixo. - UKristu iNkos’ - ibekw’ esihlalweni. - (CHORUS) - Buza nanton’ uBukumkani? - Inyaniso nokulunga. - Yinton’ enye obuza nayo? - Lulonwabo kwanobomi. - Dumisani uSomandla - Ngothando nok’ thembeka. 
- 2. UKristu uyalaw’la, - Nemfazwe isondele. - Isiphelo sele sifikile. - Masishumayeleni, - sifikelele bonke - Ukuze abathobelayo - bamxhase. - (CHORUS) - Buza nanton’ uBukumkani? - Inyaniso nokulunga. - Yinton’ enye obuza nayo? - Lulonwabo kwanobomi. - Dumisani uSomandla - Ngothando nok’ thembeka. 
- 3. Siluxabisa gqitha, - Ulaw’lo lukaKristu. - Sizithoba kuKumkani wethu. - Ungen’ etempileni, - Uyasibongozela. - Sele eza kulawula - yonke into. - (CHORUS) - Buza nanton’ uBukumkani? - Inyaniso nokulunga. - Yinton’ enye obuza nayo? - Lulonwabo kwanobomi. - Dumisani uSomandla - Ngothando nok’ thembeka. 
(Funda nezi: 2 Sam. 7:22; Dan. 2:44; ISityhi. 7:15.)