INGOMA 17
“Ndiyathanda”
Printed Edition
	- 1. Unobubele uYesu - Washiya ikhaya lakhe. - Wasikhathalela - Esifundisa - Ngamazwi kwanangezenzo. - Uye wasithuthuzela - Wancama ubomi bakhe. - Xa kwakucelwa kuye uncedo, - Ngothando wathi: “Nd’yathanda.” 
- 2. Ngoku sixelisa yena - Ngokwenza izint’ ezintle. - Sibathanda bonke - Abamelwane - Sibafundisa ngoThixo. - Siyabanceda abanye - Ngakumbi abadingayo. - Xa ke bona becela uncedo, - Ngothando yithi: “Nd’yathanda.” 
(Funda nezi: Yoh. 18:37; Efe. 3:19; Fil. 2:7.)