INGOMA 30
Thixo Wam, Tata Wam, Mhlobo Wam
Printed Edition
	- 1. Ubomi bam bunzima - Ndineenyembezi kwaneentlungu. - Kodwa yonke imihla - Ndiba nokuphumla. - (CHORUS) - Kuba uThixo unam, - Uyandixhasa ntsuku zonke. - Ngoko andoyiki nto, - Kuba yena uhamba nam. - Ewe, ungumkhuseli, - umlondolozi nomxhasi wam. - UThixo wam, unguTata - KwanoMhlobo. 
- 2. Ngoku andisekho mtsha, - Ndineenkathazo zobu bomi. - Ke noko ndinethemba - Eliqinileyo. - (CHORUS) - Kuba uThixo unam, - Uyandixhasa ntsuku zonke. - Ngoko andoyiki nto, - Kuba yena uhamba nam. - Ewe, ungumkhuseli, - umlondolozi nomxhasi wam. - UThixo wam, unguTata - KwanoMhlobo. 
(Funda nesi: INdu. 71:17, 18.)