-
Ukuhlanganisa Abantu Bazo Zonke IilwimiUbulungiseleli BoBukumkani—2002 | Julayi
-
-
4 Ngaba asinakuzibhokoxa ngakumbi ekushumayeleni iindaba ezilungileyo kubantu abakwintsimi yethu abathetha olunye ulwimi? (Kol. 1:25) Amanye amabandla alungiselela ukuba kushunyayelwe ngezinye zeelwimi ezisetyenziswa ekuhlaleni. Ekuqaleni abavakalisi bafunda amagama athile olo lwimi ukuze nje bakwazi ukubeka isigidimi esilula, njengokuthi: “Molweni. Ndiniphathele iindaba ezilungileyo. [Yandula ke ushiye iphecana okanye incwadana enemifanekiso yolwimi lwabo.] Nisale kakuhle.” UYehova uyazisikelela ezo ziqalo zincinane!
-
-
Ucwangciso Olutsha LweNdibano YesiphalukaUbulungiseleli BoBukumkani—2002 | Julayi
-
-
4 Xa uYehova ephelisa le nkqubo ingendawo yezinto, kuya kufuneka abakhonzi bakhe bakholose ngaye ngokupheleleyo. Oku kugxininiswa kwintetho yesidlangalala ethi “Lisondele Ixesha Lokuhlangulwa Kwiimbandezelo Zehlabathi.” Emva kwayo, iya kuba yintetho ethi “Ngaba Uya Kugqalwa Njengobufanelekelayo UBukumkani BukaThixo?” Ucwangciso luqukunjelwa ngentetho ethi “Kholosa Ngezithembiso ZikaYehova.”
-