IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 12/05 iphe. 6
  • Nceda Umtyelele Ngokukhawuleza

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Nceda Umtyelele Ngokukhawuleza
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2005
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2005
km 12/05 iphe. 6

Nceda Umtyelele Ngokukhawuleza

Utyelele bani? Abo bacela uncwadi okanye ukuthunyelelwa amaphephancwadi okanye abangathanda ukutyelelwa liNgqina ekhaya. Zivela phi ezi zicelo? Zivela kubantu ababhalela okanye abafowunele iofisi yesebe okanye abasebenzisa iWeb site yethu. Xa kukho abantu abanjalo, iofisi yesebe yazisa ibandla elisebenza loo mmandla bakuwo ngefomu iS-43, enomxholo othi “Nceda Ubuyele.” Xa abadala befumana le fomu, bafanele bayidlulisele ngokukhawuleza kumvakalisi oya kukwazi ukutyelela loo mntu. Ukuba umvakalisi akamfumani loo mntu ekhaya usenokuzama ukumfowunela okanye amshiyele umyalezo. Xa uceliwe ukuba uye kuloo mntu, nceda uzame ngandlela zonke ukumtyelela ngokukhawuleza.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share