INGOMA 67
‘Shumayela ILizwi’
- 1. UThixo usiyalele - Ukuba sixelele abanye - Ngalo ithemba esinalo. - Ke ngoko thobela umyalelo. - (CHORUS) - Shumayela! - Baxelele ngehlombe - ILizwi. - Bonk’ abantu mabazi - NgeLizwi. - Bancedeni baqonde - ILizwi, - Bonk’ abantu! 
- 2. Maxa wambi koba nzima, - Sisenokuhlaziswa sichaswe. - Kodwa xa siva ubunzima, - UThixo wethu uyosixhasa. - (CHORUS) - Shumayela! - Baxelele ngehlombe - ILizwi. - Bonk’ abantu mabazi - NgeLizwi. - Bancedeni baqonde - ILizwi, - Bonk’ abantu! 
- 3. Masishumayele rhoqo, - Sifundise abanye ngoThixo. - Masibabonise indlela, - Ze sibancede bazukis’ uYa. - (CHORUS) - Shumayela! - Baxelele ngehlombe - ILizwi. - Bonk’ abantu mabazi - NgeLizwi. - Bancedeni baqonde - ILizwi, - Bonk’ abantu! 
(Funda nezi: Mat. 10:7; 24:14; IZe. 10:42; 1 Pet. 3:15.)