INGOMA 109
Masithandane Ngokusuka Entliziyweni
Printed Edition
	- 1. Masithandaneni sonke - Ngokusuk’ entliziyweni. - Sivuyise uYehova - Osithanda sonke. - Masibonise ngezenzo - Ukuba siyathandana, - Sibacingele abanye - Sibe ngabahlobo. - Masibancede bonke - Nabaphi na abasweleyo. - Masibe nobubele - Uya kuvuya uYa. - Masixelise uYesu - Sithande bonke abantu. - Ngaloo ndlela sibonisa - Uthando lokwenene. - Sixelisa uThixo. 
(Funda nezi: 1 Pet. 2:17; 3:8; 4:8; 1 Yoh. 3:11.)