INGOMA 70
Funani Abafanelekayo
Printed Edition
	- 1. UYesu usiyalele ukuba, - Sibafundise abantu: - ‘Naphi kwindawo eningena kuyo - Funani abanjengezimvu. - Bonke abantu abanamkelayo - Mababe noxolo lwengqondo. - Kanti ukuba abanamkelanga - Ze nivuthulule iinyawo.’ 
- 2. Bonke abantu abanamkelayo - Baya kusikeleleka. - UYa wovula iintliziyo zabo - Ukuze bamkel’ inyaniso. - Ngoko musani ukuba neentloni, - Njengoko uThixo enathi. - Amazwi ethu makabe netyuwa, - Ukuze amkelwe ngabantu. 
(Funda nezi: IZe. 13:48; 16:14; Kol. 4:6.)