INGOMA 127
Uhlobo Lomntu Endifanele Ndibe Lulo
Printed Edition
	- 1. Ndingakubulela ngokwenza ntoni - Thixo wam Yehova, ngesipho sobomi? - Nceda uhlole ukuba ndinjani na, - Ndifuna ukuba ngumntu omthandayo. - (BRIDGE) - Ndiyakuthembisa, ndakukukhonza - Ngokuzimisela, ubomi bam bonke. - Ngoko Thixo wethu, nceda ube nam, - Kwanga ndingakuvuyisa Thixo. - Nceda undihlole, ndigocagoce - Thixo oluthando, ukuze ndisinde. - Ufuna umntu onyanisekileyo. - Kwanga ndingakwenza ube nemincili 
(Funda nezi: INdu. 18:25; 116:12; IMize. 11:20.)