IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • nwt iphe. 22
  • Umbuzo 11: Kwenzeka ntoni emntwini xa esifa?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Umbuzo 11: Kwenzeka ntoni emntwini xa esifa?
  • IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
Umbuzo 11: Kwenzeka ntoni emntwini xa esifa?

UMBUZO 11

Kwenzeka ntoni emntwini xa esifa?

“Uyaphuma umoya wakhe, aze abuyele emhlabeni; ngaloo mini ziyatshabalala iingcinga zakhe.”

INdumiso 146:4

“Abaphilayo bayazi ukuba baseza kufa, kodwa bona abafileyo abazi nto kwaphela . . . Nantoni na okwaziyo ukuyenza ngesandla sakho, yenze ngamandla akho onke, kuba akukho msebenzi nakuceba nakwazi nabulumko engcwabeni, apho uya khona.”

INtshumayeli 9:​5, 10

“[UYesu] wathi kubo: ‘ULazaro umhlobo wethu ulele, kodwa ndiyokumvusa apho akhoyo.’ UYesu wayethetha ngokufa kwakhe, kodwa bona babecinga ukuba uthetha ukuba ulele ubuthongo. Emva koko uYesu wayenza yacaca ngokuthi: ‘ULazaro ufile.’ ”

Yohane 11:​11, 13, 14

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share