IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • nwt iphe. 25
  • Umbuzo 14: Ungaziphatha njani izinto zakho?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Umbuzo 14: Ungaziphatha njani izinto zakho?
  • IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
Umbuzo 14: Ungaziphatha njani izinto zakho?

UMBUZO 14

Ungaziphatha njani izinto zakho?

“Othanda ubumnandi uza kubhuqwa yindlala; othanda iwayini neoli akazukuba sisityebi.”

IMizekeliso 21:​17

“Nalowo ubolekayo sisicaka salowo ubolekisayo.”

IMizekeliso 22:7

“Ngubani kuni othi xa efuna ukwakha inqaba angaqali ahlale phantsi abale iindleko, ukuze abone ukuba unazo na izinto zokuyigqiba? Ukuba akayenzi loo nto, usenokusibeka sona isiseko kodwa angakwazi ukuyigqiba, baze bonke abantu ababukeleyo bahlekise ngaye, besithi: ‘Lo mntu waqalisa ukwakha kodwa akakwazi ukugqiba.’ ”

Luka 14:​28-30

“Emva kokuba betyile bahlutha, wathi kubafundi bakhe: ‘Qokelelani ukutya okuseleyo, kungabikho nentwana elahlwayo.’ ”

Yohane 6:​12

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share