IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • nwt iphe. 26-iphe. 27
  • Umbuzo 15: Ungenza njani ukuze wonwabe?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Umbuzo 15: Ungenza njani ukuze wonwabe?
  • IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
Umbuzo 15: Ungenza njani ukuze wonwabe?

UMBUZO 15

Ungenza njani ukuze wonwabe?

Intombazana ibonisa utata wayo umzobo emenzele wona

“Kubhetele ukutya imifuno apho kukho uthando kunokutya inkomo etyetyisiweyo apho kukho inzondo.”

IMizekeliso 15:​17

“Mna, Yehova, ndinguThixo wakho, lowo ukufundisa izinto ezikuncedayo, lowo ukukhokelela endleleni ofanele uhambe ngayo.”

Isaya 48:​17

“Bonwabile abo baqondayo ukuba bayamdinga uThixo, kuba uBukumkani bamazulu bobabo.”

Mateyu 5:3

“Umele umthande ummelwane wakho ngendlela ozithanda ngayo nawe.”

Mateyu 22:​39

“Baphatheni abanye abantu ngendlela nani enifuna ukuphathwa ngayo.”

Luka 6:​31

“Bonwabe kakhulu abo balivayo ilizwi likaThixo baze balithobele!”

Luka 11:​28

“Nokuba umntu unezinto ezininzi, ubomi bakhe abuxhomekekanga kwizinto anazo.”

Luka 12:​15

“Ukuba sinokutya nento yokunxiba, masaneliswe zezo zinto.”

1 Timoti 6:8

“Kuvuyisa kakhulu ukupha kunokuphiwa.”

IZenzo 20:​35

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share