IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • nwt iphe. 28-iphe. 29
  • Umbuzo 16: Yintoni onokuyenza ukuze umelane namaxhala?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Umbuzo 16: Yintoni onokuyenza ukuze umelane namaxhala?
  • IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
Umbuzo 16: Yintoni onokuyenza ukuze umelane namaxhala?

UMBUZO 16

Yintoni onokuyenza ukuze umelane namaxhala?

“Wuphosele kuYehova umthwalo wakho, yena uza kukuxhasa. Soze avumele ilungisa liwe.”

INdumiso 55:​22

“Amacebo omntu okhutheleyo aza kumenza aphumelele ngokuqinisekileyo, kodwa bonke abenza ngokungxama, nakanjani na baza kuphelela endlaleni.”

IMizekeliso 21:5

“Sukoyika, kuba ndinawe. Sukuba nexhala kuba ndinguThixo wakho. Ndiza kukuqinisa, nakanjani ndiza kukunceda, ngaphandle kwamathandabuzo, ndiza kukubamba ngesandla sam sasekunene sobulungisa.”

Isaya 41:​10

“Ngubani kuni onokuthi ngokuba nexhala ongeze nomzuzu lo omnye kubomi bakhe?”

Mateyu 6:​27

“Ngoko ke, ningaze nixhalele ingomso, kuba ingomso liza kuba namaxhala alo. Usuku ngalunye luneengxaki ezilulingeneyo.”

Mateyu 6:​34

“Niqiniseke ngezona zinto ezibalulekileyo.”

Filipi 1:​10

Umama uthandaza nentombi yakhe ngaphambi kokuba batye

“Sanukuba naxhala lanto, kodwa zonke izinto zixeleleni uThixo, nithandaza kuye, nimcenga yaye nimbulela; yaye uxolo lukaThixo oluyodlulayo indlela yabantu yokucinga, luza kuzikhusela iintliziyo neengqondo zenu ngoKristu Yesu.”

Filipi 4:​6, 7

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share