IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • g02 12/8 iphe. 32
  • Isiqulatho soMqulu wama-83 KaVukani!

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Isiqulatho soMqulu wama-83 KaVukani!
  • Vukani!—2002
  • Imixholwana
  • ABANTU ABASELULA BAYABUZA
  • AMABALI OBOMI
  • AMANGQINA KAYEHOVA
  • AMANQAKU AWAHLUKAHLUKENEYO
  • AMAZWE NABANTU
  • IMBONO YEBHAYIBHILE
  • IMICIMBI NEEMEKO ZEHLABATHI
  • IMPILO NAMAYEZA
  • INZULULWAZI
  • IZILWANYANA NEZITYALO
  • ULWALAMANO LWABANTU
  • UNQULO
  • UQOQOSHO NOMSEBENZI
Vukani!—2002
g02 12/8 iphe. 32

Isiqulatho soMqulu wama-83 KaVukani!

ABANTU ABASELULA BAYABUZA

Ingcinezelo Yoontanga, 12/8

Kutheni Umzali Wam Engandithandi Nje? 10/8

Ngaba Ndimele Ndishumayele Kwabo Ndifunda Nabo? 3/8, 4/8

Ngaba Umele Ube Necellular phone? 11/8

Ukuba Nomtsalane Kwabanye, 8/8

Ukuhlala Nomnye Umntu, 5/8, 6/8, 7/8

Ukuqhelisela Ubugqi—Ngaba Kuyingozi? 2/8

Ukwenza Amadinga Uselula, 1/8

Utyando Lokuphucula Inkangeleko, 9/8

AMABALI OBOMI

Indlela Emangalisayo Abaphinda Badibana Ngayo (UD. Sheets, uM. Ruge), 11/8

Umququzeleli Wezobupolitika Owaba NgumKristu Ongundilele (UL. Šmejkal), 7/8

AMANGQINA KAYEHOVA

Iindibano Zesithili ‘Zabavakalisi BoBukumkani Abanenzondelelo,’ 6/8

Ingxoxo Eyavela Kumabonwakude (EGeorgia), 8/8

Ukusebenzisa UVukani! Ngokunengenelo, 9/8

Umsebenzi Onzima Wokuhlangula (ETexas, eU.S.A.), 12/8

AMANQAKU AWAHLUKAHLUKENEYO

Abantu Abathanda Imidlalo Ebangela Imincili, 10/8

Amanani (ukuvumisa ngamanani), 9/8

Unako Ukububona Ubuhle Bendalo, 12/8

Iingozi Zeenqwelo-mafutha, 9/8

Iinqanawa Ezinamandla (iinqanawa zokuqhekeza umkhenkce), 12/8

Ngaba Wayengumququzeleli Wemfazwe?, (UAlfred B. Nobel), 5/8

AMAZWE NABANTU

AmaMasai—Ahlukile, Anomtsalane, 3/8

Sasinda Cebetshu Kwintaba-mlilo (ECongo [eKinshasa]), 11/8

IMBONO YEBHAYIBHILE

Amanyala, 7/8

IKrismesi, 12/8

Imibhiyozo Yonyaka Omtsha, 1/8

Imithandazo Ayiphulaphulayo UThixo, 9/8

Indlela UThixo Alujonga Ngayo Ugonyamelo, 8/8

Ngaba AmaKristu Afanele Ashumayele? 6/8

Ngaba UThixo Ububetha Ngoyaba Ubuthathaka Esinabo? 11/8

Ngaba UThixo Uyazixhasa Iimfazwe? 5/8

Ukukhuselwa NguThixo, 4/8

Ukumbiwa Kwezinto Zakudala, 10/8

Ukuziva Unetyala, 3/8

UMikayeli Isiphatha-Zingelosi, 2/8

IMICIMBI NEEMEKO ZEHLABATHI

Abasinda Kwinyikima, 4/8

Amapolisa—Kutheni Eyimfuneko Nje? 7/8

Iimbacu, 2/8

Iintsapho Ezinomzali Omnye, 10/8

Imidlalo Yabantwana—Ugonyamelo, 12/8

Inkunkuma, 9/8

Izixhobo Ezenziwe Ngemichiza, 10/8

Mhla Kwawa IiTwin Towers, 1/8

Ngaba Abantu Abahamba Ngenqwelo-moya Basakhuselekile? 12/8

Ngaba Uxolo Lwehlabathi Liphupha Nje? 5/8

Ubukhoboka, 7/8

Ukudityaniswa Kwehlabathi, 6/8

Ukufunda Kwizinto Ezenzeke Kwixa Elidluleyo, 8/8

Ukungcakaza, 8/8

IMPILO NAMAYEZA

IHigh Blood Pressure, 4/8

Khusela Iindlebe Zakho! 6/8

Ndaphulukana Nosana Lwam Olungekazalwa, 4/8

Ubusi—Iyeza Elinencasa, 3/8

UGawulayo, 11/8

Ukozela Kwabakwishumi Elivisayo, 8/8

Ukudandatheka Kwasemva Kokubeleka, 8/8

Ukutya Okunezondlo, 5/8

INZULULWAZI

Ngaba Inzululwazi Nonqulo Ziyavisisana? 6/8

Ukutshona Kwelanga Emini (ukusithwa kwelanga yinyanga), 9/8

IZILWANYANA NEZITYALO

Iqwarhashe, 2/8

Isiselo Esenziwe Ngesityalo Esihle, 5/8

Izinambuzane Eziziingcungela Zokucoca, 6/8

Ulwimi Lwasendle—Indlela Ezinxibelelana Ngayo Izilwanyana, 4/8

ULWALAMANO LWABANTU

Iintsapho Ezinomzali Omnye, 10/8

Imini Yomtshato, 2/8

Intuthuzelo Kwababandezelekileyo, 5/8

Oomama, 4/8

Umtshato Ufanele Ube Lulwalamano Olungapheliyo, 2/8

UNQULO

Imithandazo Yoxolo, 11/8

UMtyholi—Ngaba Ngokwenene Ukho? 3/8

“Unqulo Lobuqu,” 5/8

UQOQOSHO NOMSEBENZI

Abafundisi-ntsapho, 3/8

Imbono Elungeleleneyo Ngomsebenzi, 3/8

Ukhuseleke Kangakanani Emsebenzini? 3/8

Ukuba ungayivuyela inkcazelo engakumbi okanye ungathanda ukuba uthile eze ekhayeni lakho ukuze akuqhubele isifundo seBhayibhile sesisa, nceda ubhale, uthumele igama nedilesi ohlala kuyo kule dilesi, AmaNgqina KaYehova, Private Bag X2067, Krugersdorp, 1740, South Africa, okanye kwidilesi efanelekileyo kwezidweliswe kwiphepha 5.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share