IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • g05 11/8 iphe. 32
  • Iimpendulo Eziluncedo Kwimibuzo Ubusoloko Unayo!

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Iimpendulo Eziluncedo Kwimibuzo Ubusoloko Unayo!
  • Vukani!—2005
Vukani!—2005
g05 11/8 iphe. 32

Iimpendulo Eziluncedo Kwimibuzo Ubusoloko Unayo!

• Kutheni abazali bam bengandiqondi nje?

• Kwakutheni ukuze uTata noMama bahlukane?

• Ndinokuzenzela njani abahlobo bokwenene?

• Kutheni ndidandatheke kangaka nje?

• Kutheni abanye abantwana bengandiyeki nje?

• Kuthekani ngokuba neentlobano zesini ngaphambi komtshato?

Incwadi ethi Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo ayifani nezinye iincwadi ezilungiselelwe ulutsha. Ithetha ngemibandela eye yaxutyushwa nabantu abaselula ehlabathini lonke. Yaye iimpendulo zayo ezisekelwe kwiLizwi likaThixo, iBhayibhile, ziluncedo ngokwenene! Le ingasentla yeminye yemibuzo ephendulwa yile ncwadi inamaphepha angama-320.

Ukuba ufuna ukuzifumanela owakho umbhalo, nceda uzalise eli phetshana uze ulithumele kwiadresi efanelekileyo kwezidweliswe kwiphepha 5 leli phephancwadi.

□ Ncedani nindithumelele umbhalo wencwadi ethi Imibuzo Yabantu Abaselula—Impendulo Eziluncedo.

Ulwimi

□ Ncedani niqhagamshelane nam ngokuphathelele isifundo seBhayibhile sesisa.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share