Ubuya Kuphendula Uthini?
KWENZEKA PHI OKU?
1. Lo mmangaliso ukulo mfanekiso wenzeka kufuphi nasiphi isixeko?
Yenza isangqa kwimpendulo yakho emaphini.
INazarete
IZaphon
UAdam
IYeriko
◆ Ngawaphi la “mazulu” uEliya wanyuka waya kuwo?
․․․․․
◆ Kwakutheni ukuze uElisha acele iinxalenye ezimbini zomoya kaEliya?
․․․․․
◼ Ukwenzela Incoko: Isicelo sikaElisha sikufundisa ntoni?
KWENZEKA NINI OKU?
Yenza umgca osuka kumfanekiso oya kumhla ochanileyo.
29 C.E. 30 31 32 33 36
2. Luka 3:1, 2
3. Yohane 5:1-9
NDINGUBANI?
5. Umyeni wam wayalela ukuba ndibulawe, kodwa icebiso lomza wam lasindisa ubomi bam.
NDINGUBANI?
6. Ndaya etempileni xa ndandingaphantsi konyaka ubudala yaye ndahlala apho de ndaneminyaka emithandathu.
KULE NKUPHO
Phendula le mibuzo, uze uchaze indinyana (ii) yeBhayibhile engachazwanga.
Iphepha 5 Ngaba ungenza omnye umntu akuthande? (Ingoma yazo Iingoma 8:․․․)
Iphepha 6 Uthando lokwenyaniso luquka ntoni? (Kolose 3:․․․)
Iphepha 13 UYesu wachazwa nini ngendlela ekhethekileyo nangendlela enamandla ukuba unguNyana kaThixo? (Roma 1:․․․)
Iphepha 27 Yiyiphi ingozi ebangelwa kukuyekelela kwiminqweno yesini? (Roma 1:․․․)
Bantwana Khangelani Le Mifanekiso
Ngaba unokuyifumana le mifanekiso kweli phephancwadi? Ngamazwi akho, chaza into eyenzekayo kumfanekiso ngamnye.
(Iimpendulo zifumaneka kwiphepha 20)
IIMPENDULO ZEMIBUZO EKWIPHEPHA 31
1. EYeriko.—2 Kumkani 2:4-11.
◆ Asingawo amazulu okoqobo.—IMboniselo, 8/1/05 iphe. 9.
◆ Kuyabonakala ukuba wayecela inxalenye ephindwe kabini njengaleyo yayidla ngokunikwa unyana olizibulo.—IMboniselo, 11/1/03 iphe. 31.
2. 29 C.E.—Oyena Mntu Ubalaseleyo Wakha Waphila,a isahl. 11.
3. 31 C.E.—Oyena Mntu Ubalaseleyo Wakha Waphila, isahl. 29.
4. 30 C.E.—Oyena Mntu Ubalaseleyo Wakha Waphila, isahl. 17.
5. NguEstere—Estere 2:7, 17; 3:12, 13; 4:12-17; 8:3-8.
6. NguYehowashe—2 Kronike 22:11, 12; 23:20–24:1.
[Umbhalo osemazantsi]
a Yapapashwa ngamaNgqina kaYehova.
[Inkcazelo Ngemifanekiso ekwiphepha 31]
Isangqa esiphezulu: Courtesy of London Ambulance Service NHS Trust; isangqa sesithathu ukususela phezulu: Courtesy of Tourism Queensland