IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • g 3/07 iphe. 32
  • Isiganeko Esingamele Sikuphose

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Isiganeko Esingamele Sikuphose
  • Vukani!—2007
Vukani!—2007
g 3/07 iphe. 32

Isiganeko Esingamele Sikuphose

“Hlalani nisenza oku nindikhumbula.” La mazwi eNkosi yethu uYesu Kristu afumaneka kuLuka 22:19, wawathetha ngexesha wayesungula iSikhumbuzo sokufa kwakhe. Ngokufa kukaYesu uluntu lwaba nethemba lobomi obungunaphakade eParadesi. Ngoko ke, sifanele senze isikhumbuzo sokufa kwakhe.

Ngaba uza kube ukho kwiSikhumbuzo salo nyaka?

AmaNgqina kaYehova akumema ukuba ube kunye nawo xa esenza isikhumbuzo sesi siganeko sibalulekileyo. Esi sikhumbuzo siza kubakho emva kokutshona kwelanga ngosuku olungqamana noNisan 14 kwikhalenda yeBhayibhile yamaYuda. Kulo nyaka olo suku lungoMvulo, ngoAprili 2 2007. AmaNgqina kaYehova asekuhlaleni angakuchazela indawo nexesha esi sikhumbuzo esiza kuqhutyelwa kuyo.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share