IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • g 5/07 iphe. 32
  • Ngoobani Abalandeli Bokwenene BakaKristu?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ngoobani Abalandeli Bokwenene BakaKristu?
  • Vukani!—2007
Vukani!—2007
g 5/07 iphe. 32

Ngoobani Abalandeli Bokwenene BakaKristu?

Ukuze ufumane impendulo kulo mbuzo ubalulekileyo, uyamenywa ukuba uye kwiNdibano yeSithili yamaNgqina KaYehova “YOKULANDELA UKRISTU!”

Uninzi lwezi ndibano luza kuqhutywa ehlabathini lonke ukususela ngoMeyi eUnited States. Ukuze wazi ukuba indibano ekufuphi nawe iza kuqhutyelwa phi, qhagamshelana namaNgqina kaYehova akwindawo ohlala kuyo okanye ubhalele abapapashi beli phephancwadi.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share