Isalathiso Semibandela YeMboniselo Ka-2014
Sibonisa umhla weMboniselo elivela kuyo inqaku
IBHAYIBHILE
IBHAYIBHILE IYABUTSHINTSHA UBOMI BABANTU
- Isithembiso Somhlaba Oyiparadesi Sabutshintsha Ubomi Bam! (I. Vigulis), 2/1 
- Ayiphendula ngeBhayibhile yonke imibuzo yam (I. Lamela), 4/1 
UBOMI NEEMPAWU ZAMAKRISTU
UYEHOVA
AMANGQINA KAYEHOVA
UYESU KRISTU
AMABALI OBOMI
- Inkonzo Yexesha Elizeleyo—Apho Iye Yandikhokelela Khona (R. Wallen), 4/15 
- Ndalahlekelwa NguTata Ndaza Ndafumana UBawo (G. Lösch), 7/15 
- Iimbalasane Zobomi Bam Bokusebenzela UBukumkani (M. Olson), 10/15 
UMXUBE
- Indlela Abakhi Beenqanawa Ababezikhusela Ngayo Iinqanawa Zabo, 7/1 
- “Ndingathini Ukwenza Obu Bubi Bukhulu Kangaka?” (UYosefu), 11/1 
- Abantu Abathathu Ababefuna Inyaniso Ngeminyaka Yee-1500, 6/1 
- Isizathu Sokuba Izinto Ezibuhlungu Zehlele Abantu Abalungileyo, 7/1 
- Kwakutheni Ukuze Abenzi-Bubi Xa Bebulawa Bophulwe Imilenze? 5/1 
IMIBUZO EVELA KUBAFUNDI
- Ngaba uYehova uyamvumela umKristu ukuba aswele ukutya? (Nd 37:25; Mat 6:33), 9/15 
- Ngaba abayi ‘kutshata bengayi kutshatiswa’ kuvuko lwasemhlabeni? (Luk 20:34-36), 8/15 
AMANQAKU AFUNDWAYO
- Iminyaka Eyi-100 Yolawulo LoBukumkani—Ikuchaphazela Njani? 1/15 
- Singenza Njani Ukuze Sikwazi “Ukuphendula Bonke Ngabanye”? 5/15 
- “Gcinani Iingqondo Zenu Zimiliselwe Kwizinto Zaphezulu,” 10/15 
- Khonza UThixo Ngokunyaniseka Nakuba Ujongene ‘Neembandezelo Ezininzi,’ 9/15 
- Ukukhonza UYehova Ngaphambi Kokuba Imihla Yentlekele Ifike, 1/15