IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • w24 Novemba iphe. 32
  • Khangela Indawo Efanelekileyo Oza Kufundela Kuyo

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Khangela Indawo Efanelekileyo Oza Kufundela Kuyo
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2024
  • Amanqaku Afanayo
  • Yintoni Enokundinceda Ukuze Ndingaphazamiseki? Yintoni enokundinceda ukuze ndingaphazamiseki?
    Ulutsha Luyabuza
  • Ngaba Kuphosakele Ukufuna Ukuba Nezinto Ozazi Wedwa?
    Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo, Umqulu 1
  • Yintoni Endinoyenza Ukuze Abantu Bangafuni Ukwazi Yonke Into Ngam?
    Ulutsha Luyabuza
  • Ngaba Ikho Into Ephosakeleyo Ngokukhe Ufune Ukuba Wedwa?
    Vukani!—2010
Khangela Okunye
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2024
w24 Novemba iphe. 32

ICEBISO LEZINTO ONOKUZENZA XA UFUNDA

Khangela Indawo Efanelekileyo Oza Kufundela Kuyo

Ngaba uyafuna lukuncede kakhulu ufundisiso lwakho? Ungazama la macebiso anokukunceda ube nendawo ongazukuphazamiseka kuyo xa ufunda:

  • Khetha indawo efanelekileyo. Ukuba ungakwazi, khangela indawo eklini noza kubona kakuhle kuyo xa ufunda. Ungahlala etafileni okanye ungakhangela indawo onokukwazi ukuhlala kuyo phandle.

  • Khetha indawo oza kuba wedwa kuyo. UYesu wakhetha ukuthandaza ‘kwasekuseni kakhulu, . . . kwindawo engenabantu.’ (Marko 1:35) Ukuba ayikho indawo onokuba wedwa kuyo, ungaxelela abantu bakowenu okanye abantu ohlala nabo ngocwangciso lwakho lokufunda, uze ubacele ukuba bangakuphazamisi xa sowufunda.

  • Makungabikho nto ikuphazamisayo. Ukuba usebenzisa ifowuni okanye ithabhlethi xa ufunda, zama ukuyenza ingakuphazamisi imiyalezo engenayo okanye uyifake ku-airplane mode. Ukuba kukho into omele uyenze ocinga ngayo, yibhale phantsi ukuze uyenze xa ugqibile ukufunda. Ukuba udiniwe kukufunda, phumla kancinci, uhamba-hambe okanye uzolule.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share