Genesis 24:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 njengoko ndimele ndikufungise ngoYehova,+ uThixo wamazulu noThixo womhlaba, ukuba akuyi kumthabathela umfazi unyana wam ezintombini zamaKanan endihleli phakathi kwawo,+
3 njengoko ndimele ndikufungise ngoYehova,+ uThixo wamazulu noThixo womhlaba, ukuba akuyi kumthabathela umfazi unyana wam ezintombini zamaKanan endihleli phakathi kwawo,+