Genesis 26:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Bathi ke bona: “Sibonile ukuba ngaphandle kwamathandabuzo uYehova unawe.+ Ngoko ke sathi, ‘Makubekho isifungo sokuzibophelela phakathi kwethu,+ phakathi kwakho nathi, senze umnqophiso nawe,+ Galati 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Bazalwana, ndithetha ngomzekeliso wabantu: Umnqophiso oqinisekisiweyo, nakuba ungowomntu, akukho bani uwutshitshisayo okanye ongeze kuwo.+
28 Bathi ke bona: “Sibonile ukuba ngaphandle kwamathandabuzo uYehova unawe.+ Ngoko ke sathi, ‘Makubekho isifungo sokuzibophelela phakathi kwethu,+ phakathi kwakho nathi, senze umnqophiso nawe,+
15 Bazalwana, ndithetha ngomzekeliso wabantu: Umnqophiso oqinisekisiweyo, nakuba ungowomntu, akukho bani uwutshitshisayo okanye ongeze kuwo.+