Genesis 24:53 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 53 Yaye lo mkhonzi wakhupha impahla yesilivere nempahla yegolide nezambatho, wazinika uRebheka; waza wanika umntakwabo nonina+ izinto ezintle. 1 Samuweli 18:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Wathi uSawule: “Niya kuthi ke nina kuDavide, ‘Ukumkani uyoliswa, kungekhona likhazi,+ kodwa ngamajwabi alikhulu+ amaFilisti, ukuze aziphindezelele+ ezintshabeni zokumkani.’” Kodwa uSawule ke yena, wayecebe ukuba uDavide awe ngesandla samaFilisti. Hoseya 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye ndamthenga wangowam ngeshumi elinesihlanu lamaqhosha esilivere+ nangomlinganiselo wehomore yerhasi nangesiqingatha sehomore yerhasi.
53 Yaye lo mkhonzi wakhupha impahla yesilivere nempahla yegolide nezambatho, wazinika uRebheka; waza wanika umntakwabo nonina+ izinto ezintle.
25 Wathi uSawule: “Niya kuthi ke nina kuDavide, ‘Ukumkani uyoliswa, kungekhona likhazi,+ kodwa ngamajwabi alikhulu+ amaFilisti, ukuze aziphindezelele+ ezintshabeni zokumkani.’” Kodwa uSawule ke yena, wayecebe ukuba uDavide awe ngesandla samaFilisti.
2 Yaye ndamthenga wangowam ngeshumi elinesihlanu lamaqhosha esilivere+ nangomlinganiselo wehomore yerhasi nangesiqingatha sehomore yerhasi.