ABagwebi 14:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kodwa uyise nonina bathi kuye: “Akukho mfazi na phakathi kweentombi zabazalwana bakho naphakathi kwabo bonke abantu bakowethu,+ ukuba uye kuthabatha umfazi kumaFilisti angalukanga?”+ Sekunjalo uSamson wathi kuyise: “Ndithabathele nje yena, ngenxa yokuba nguye kanye olungileyo emehlweni am.” 1 Samuweli 17:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 NoDavide wathi kumadoda awayemi kufuphi naye: “Kuya kwenziwa ntoni na kwindoda exabele laa mFilisti+ uphaya ize okunene isuse ungcikivo phezu koSirayeli?+ Kuba ungubani na lo mFilisti ungalukanga+ ukuba angcikive+ izintlu zedabi zoTHIXO ophilayo?”+ 1 Samuweli 17:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Zombini ingonyama nebhere umkhonzi wakho lo wazibulala; kwaye lo mFilisti+ ungalukanga umele abe njengenye yazo, kuba ungcikive+ izintlu zedabi+ zoTHIXO ophilayo.”+ 1 Samuweli 21:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Baza abakhonzi baka-Akishe bathi kuye: “Asinguye na lo uDavide ukumkani+ welizwe? Asinguye na lo babemngqungqela,+ besithi,‘USawule ubulele amawaka akhe,NoDavide amashumi akhe amawaka’?”+ 2 Samuweli 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Musani ukukuxela eGati;+Ningakwazisi ezitratweni zeAshkelon,+Ngokoyikela ukuba iintombi zamaFilisti zisenokuba nemihlali,Ngokoyikela ukuba iintombi zabantu abangalukanga zisenokugcoba.+ 2 Samuweli 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngokubhekele phaya, uDavide wathumela abathunywa kuIshe-bhosheti,+ unyana kaSawule, esithi: “Ndinike umfazi wam uMikali, endamgana ngekhulu lamajwabi+ amaFilisti.”
3 Kodwa uyise nonina bathi kuye: “Akukho mfazi na phakathi kweentombi zabazalwana bakho naphakathi kwabo bonke abantu bakowethu,+ ukuba uye kuthabatha umfazi kumaFilisti angalukanga?”+ Sekunjalo uSamson wathi kuyise: “Ndithabathele nje yena, ngenxa yokuba nguye kanye olungileyo emehlweni am.”
26 NoDavide wathi kumadoda awayemi kufuphi naye: “Kuya kwenziwa ntoni na kwindoda exabele laa mFilisti+ uphaya ize okunene isuse ungcikivo phezu koSirayeli?+ Kuba ungubani na lo mFilisti ungalukanga+ ukuba angcikive+ izintlu zedabi zoTHIXO ophilayo?”+
36 Zombini ingonyama nebhere umkhonzi wakho lo wazibulala; kwaye lo mFilisti+ ungalukanga umele abe njengenye yazo, kuba ungcikive+ izintlu zedabi+ zoTHIXO ophilayo.”+
11 Baza abakhonzi baka-Akishe bathi kuye: “Asinguye na lo uDavide ukumkani+ welizwe? Asinguye na lo babemngqungqela,+ besithi,‘USawule ubulele amawaka akhe,NoDavide amashumi akhe amawaka’?”+
20 Musani ukukuxela eGati;+Ningakwazisi ezitratweni zeAshkelon,+Ngokoyikela ukuba iintombi zamaFilisti zisenokuba nemihlali,Ngokoyikela ukuba iintombi zabantu abangalukanga zisenokugcoba.+
14 Ngokubhekele phaya, uDavide wathumela abathunywa kuIshe-bhosheti,+ unyana kaSawule, esithi: “Ndinike umfazi wam uMikali, endamgana ngekhulu lamajwabi+ amaFilisti.”