Genesis 31:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Le mfumba ilingqina, nale ntsika inikela ubungqina,+ bokuba andiyi kudlula kule mfumba ngokunxamnye nawe yaye nawe akuyi kudlula kule mfumba nakule ntsika ngokunxamnye nam ukuze senzakalisane.+ ABagwebi 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kamva bonke abanini-mhlaba bakwaShekem nayo yonke indlu kaMilo+ yahlanganisana ndawonye kwaye uAbhimeleki yamenza ukumkani,+ kufuphi nomthi omkhulu,+ intsika eyayikwaShekem.+
52 Le mfumba ilingqina, nale ntsika inikela ubungqina,+ bokuba andiyi kudlula kule mfumba ngokunxamnye nawe yaye nawe akuyi kudlula kule mfumba nakule ntsika ngokunxamnye nam ukuze senzakalisane.+
6 Kamva bonke abanini-mhlaba bakwaShekem nayo yonke indlu kaMilo+ yahlanganisana ndawonye kwaye uAbhimeleki yamenza ukumkani,+ kufuphi nomthi omkhulu,+ intsika eyayikwaShekem.+