Genesis 14:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Emva koko indoda eyayisindile yaya kuxelela uAbram umHebhere.+ Wayemise umnquba wakhe ngoko phakathi kwemithi emikhulu kaMamre umAmori,+ umntakwabo Eshkoli nomntakwabo Anere;+ bona babenqophisene noAbram. 2 Samuweli 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba andihlalanga ndlwini ukususela kwimini yokubanyusa kwam oonyana bakaSirayeli eYiputa de kube namhlanje,+ kodwa ngokuqhubekayo bendihambahamba+ ententeni+ nasemnqubeni.+
13 Emva koko indoda eyayisindile yaya kuxelela uAbram umHebhere.+ Wayemise umnquba wakhe ngoko phakathi kwemithi emikhulu kaMamre umAmori,+ umntakwabo Eshkoli nomntakwabo Anere;+ bona babenqophisene noAbram.
6 Kuba andihlalanga ndlwini ukususela kwimini yokubanyusa kwam oonyana bakaSirayeli eYiputa de kube namhlanje,+ kodwa ngokuqhubekayo bendihambahamba+ ententeni+ nasemnqubeni.+