IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 25:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Ngoko uEsawu wathi kuYakobi: “Nceda, khawulezisa, undiphe ndiginye kule nto ibomvu—loo nto ibomvu, kuba ndidiniwe!” Kungenxa yoko le nto kwathiwa igama lakhe nguEdom.+

  • Duteronomi 23:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “Uze ungamcekisi umEdom, ngokuba ungumzalwana wakho.+

      “Uze ungamcekisi umYiputa, ngokuba wawungumphambukeli ezweni lakhe.+

  • Hezekile 25:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuba uEdom eziphindezelele kwindlu kaYuda waza waqhubeka esenza ububi obukhulu eziphindezelela kuyo,+

  • Roma 9:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Ndamthanda uYakobi, kodwa uEsawu ndamthiya.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share